2 Yeziganeko 22:8 Ibhayibhile (XHO96)

Xa uYehu wayewisa isigwebo kwindlu ka-Ahabhi, wafumana namatshawe akwaJuda nezizalwana zoonyana baka-Ahaziya ezazisonga uAhaziya, nazo ke wazibulala.

2 Yeziganeko 22

2 Yeziganeko 22:2-12