2 Yeziganeko 22:5 Ibhayibhile (XHO96)

Walandela icebo labo, waya emfazweni noYoram unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaSirayeli xa wayesilwa noHazayeli ukumkani wama-Aram kwiRamoti yaseGiliyadi. Ama-Aram amngxwelerha uYoram,

2 Yeziganeko 22

2 Yeziganeko 22:1-12