2 Yeziganeko 22:2 Ibhayibhile (XHO96)

UAhaziya waqalisa ukulawula xa eneminyaka emashumi mabini anambini, waza walawula eJerusalem unyaka wamnye. Unina yayinguAtaliya umzukulwana kaOmri.

2 Yeziganeko 22

2 Yeziganeko 22:1-10