2 Yeziganeko 21:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uYehoram waya khona namaphakathi akhe, nazo zonke iinqwelo zakhe. Ke amaEdom amrhawula kunye nezo njengele zeenqwelo, kambe ke yena wavuka ngobusuku waphuncuka.

2 Yeziganeko 21

2 Yeziganeko 21:5-15