2 Yeziganeko 21:6 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba ekhondweni lookumkani bakwaSirayeli, wenza njengendlu ka-Ahabhi. Kaloku wayethathe intombi yakhe. Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo.

2 Yeziganeko 21

2 Yeziganeko 21:1-9