2 Yeziganeko 21:11 Ibhayibhile (XHO96)

kananjalo wakha iindawo eziphakamileyo zonqulo kwiinduli zakwaJuda, abantu baseJerusalem wabafaka kumkhwa wobuhenyu. Ewe, wamlahlekisa uJuda.

2 Yeziganeko 21

2 Yeziganeko 21:7-19