2 Yeziganeko 20:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uYoshafati wamlawula uJuda. Ukuqala kwakhe ukulawula wayeneminyaka emashumi mathathu anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anantlanu. Unina yayinguAzubha intombi kaShili.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:23-32