2 Yeziganeko 20:22 Ibhayibhile (XHO96)

Bathe bakucula bedumisa, suka uNdikhoyo wawurhwaqelisa umkhosi wama-Amon namaMowabhi, nâbo bentaba iSeyire ababehlasela uJuda; kubo yaba ngathi bangqingiwe, baza ke boyiswa.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:21-26