2 Yeziganeko 20:17 Ibhayibhile (XHO96)

Asinini abaya kulilwa eli dabi. Yimani ngeendawo zenu, niqingqe nje, nibukele uNdikhoyo enihlangula, ndlundini kaJuda nani bemi baseJerusalem. Ze ningoyiki okanye nityhafe. Ngomso phumani nijongane nabo, uNdikhoyo uya kuba nani.’ ”

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:12-19