2 Yeziganeko 20:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi: “Phulaphulani, kumkani uYoshafati nani bemi bakwaJuda naseJerusalem. UNdikhoyo uthi kuni: ‘Sanukoyika; ze ningatyhafi ngenxa yale nyambalala yomkhosi. Kaloku imfazwe le asiyoyenu, yekaThixo.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:8-20