2 Yeziganeko 20:10 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngoko ke ngoku nanga ama-Amon, amaMowabhi nâbo bentaba iSeyire, ummandla lowo wena ungavumanga ukuba awuhlasele uSirayeli ukuphuma kwakhe eJiputa, waza ke uSirayeli wabacezela akabatshabalalisa.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:6-18