2 Yeziganeko 2:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, akukho namntu ungamakhela ndlu; kuba kaloku namazulu, nditsho amazulu asemajuku-jukwini, akanako ukumqulatha. Bendingubani ke mna, ukuba ndide ndimakhele indlu, ngaphandle nje kokuba ndakhe indawo yokutshisa amadini phambi kwakhe?

2 Yeziganeko 2

2 Yeziganeko 2:3-8