2 Yeziganeko 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

USolomon wazibala zonke iintlanga ezazihlala apho kwaSirayeli, ngokoluya balo lwalenziwe nguyise uDavide, zafumaneka zingamawaka alikhulu elinamashumi amahlanu anantathu anamakhulu amathandathu.

2 Yeziganeko 2

2 Yeziganeko 2:10-18