2 Yeziganeko 19:4 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshafati wahlala eJerusalem, wabuya wahamba-hamba phakathi kwabantu, athi eseBheshebha, abe ekweleentaba zakwaEfrayim. Abantu wababuyisela *kuNdikhoyo uThixo wooyise.

2 Yeziganeko 19

2 Yeziganeko 19:1-11