2 Yeziganeko 19:2 Ibhayibhile (XHO96)

waza ke wahlangatyezwa yimboni uYehu unyana kaHanani, wathi kukumkani: “Ngaba kulungile ukuba usize isikhohlakali, ubathande abo bamthiyileyo *uNdikhoyo? Ngenxa yesi senzo ke ingqumbo kaNdikhoyo iphezu kwakho.

2 Yeziganeko 19

2 Yeziganeko 19:1-11