2 Yeziganeko 18:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli wabiza elinye lamaphakathi akhe, wathi kulo: “Khawuleza uze noMika, unyana kaImla.”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:1-16