2 Yeziganeko 18:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli waqokelela abashumayeli abangamakhulu amane, wabuza wathi: “Singaya kulwa na neRamoti yaseGiliyadi, okanye ndirhoxe?”Bathi: “Yiya; uThixo uza kuyinikela esandleni sikakumkani.”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:1-6