2 Yeziganeko 18:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani wama-Aram waziyalela iingqwayi-ngqwayi zeenqwelo zakhe wathi: “Ze ningalwi naye nawuphi na omnye umntu, nokuba ngomncinci, nokuba ngomkhulu, yilwani nokumkani wakwaSirayeli yedwa.”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:25-34