2 Yeziganeko 18:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uMika wathi: “Ukuba ngaba ungabuya uphilile, woba uNdikhoyo engathethanga ngomlomo wam.” Waza ke wongezelela ngelithi: “Wagqaleni la mazwi xa ninonke, bantundini!”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:26-31