2 Yeziganeko 18:23 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka ke uZedekiya unyana kaKenana waya kuMika, wafika wamqhwaba ngempama, wathi: “Ugqithe phi na kum loo moya kaNdikhoyo ukuba aye kuthetha kuwe?”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:14-30