2 Yeziganeko 18:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYoshafati: “Bendingatshongo na kuwe ukuba lo mfo akaze ashumayele into entle ngam, koko zezimbi zodwa!”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:12-21