2 Yeziganeko 18:14 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba efikile ke, ukumkani wathi kuye: “Mika, singaya kulwa na neRamoti yaseGiliyadi, okanye ndirhoxe?”UMika wathi: “Phakathi! Yihlasele; uya kuyoyisa, kuba baza kunikelwa esandleni senu!”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:11-16