2 Yeziganeko 18:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uZedekiya, unyana kaKenana, wayenze iimpondo ngentsimbi, waza ke wathi: “Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Ngezi mpondo ùya kuwahlaba uwatshabalalise ama-Aram.’ ”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:8-19