2 Yeziganeko 17:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngonyaka wesithathu wolawulo lwakhe uYoshafati wathumela la maphakathi ukuba aye kufundisa kwiidolophu zakwaJuda: uBhen-rhayili, uObhadiya, uZakariya, uNataniyeli, noMikaya.

2 Yeziganeko 17

2 Yeziganeko 17:1-14