2 Yeziganeko 17:5 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wawuzinzisa phantsi kwakhe umbuso wakhe, waza wonke uJuda wazisa izipho kuye, waza ke wasisityebi, futhi wahlonelwa.

2 Yeziganeko 17

2 Yeziganeko 17:1-12