2 Yeziganeko 15:9 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke wamqokelela wonke uJuda noBhenjamin kwakunye namaEfrayim, amaManase, namaSimon awayeze kuma phakathi kwabo; kaloku into eninzi kubo yayimshiyile uSirayeli, yeza kuAsa, yakuqonda ukuba uNdikhoyo uThixo wakhe ungakuye.

2 Yeziganeko 15

2 Yeziganeko 15:1-19