2 Yeziganeko 14:1 Ibhayibhile (XHO96)

UAbhiya ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwisixeko sikaDavide. UAsa unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe. Ngemihla yakhe ilizwe lazola iminyaka yalishumi.

2 Yeziganeko 14

2 Yeziganeko 14:1-11