2 Yeziganeko 13:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba anazi na ukuba *uNdikhoyo uThixo wakwaSirayeli umbuso wakwaSirayeli wawunikela kwindlu kaDavide nesizukulwana sayo ngomnqophiso wetyuwa oya kuma ngonaphakade?

2 Yeziganeko 13

2 Yeziganeko 13:1-13