2 Yeziganeko 13:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke uAbhiya waya esomelela ngokomelela. Wathatha abafazi abalishumi elinesine, waza wazala oonyana abangamashumi amabini anambini neentombi ezilishumi elinesithandathu.

2 Yeziganeko 13

2 Yeziganeko 13:13-22