2 Yeziganeko 13:17 Ibhayibhile (XHO96)

UAbhiya namadoda akhe bawabetha amaSirayeli atsho anelahleko enkulu, kwawa amawaka angamakhulu amahlanu eengxwelerha kuloo majoni aziimbalasane akwaSirayeli.

2 Yeziganeko 13

2 Yeziganeko 13:7-20