2 Yeziganeko 12:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uNdikhoyo, akubona ukuba bayazithoba, wathumela eli lizwi kuShemaya wathi: “Ngenxa yokuba bezithobile andisayi kubatshabalalisa, koko ndokhawuleza ndibahlangule. Andisayi kuwuphokozela eJerusalem ngoShishaki umsindo wam.

2 Yeziganeko 12

2 Yeziganeko 12:1-16