2 Yeziganeko 11:8-11 Ibhayibhile (XHO96)

8. iGati, iMeresha, iZifi,

9. iAdorayim, iLakishe, iAzeka,

10. iZoram, iAyalon, neHebron. Ezi yayiziidolophu ezinqatyisiweyo kwaJuda nakwaBhenjamin.

11. Wazomeleza iinqaba zazo, wafaka iingqwayi-ngqwayi kuzo nesixhaso sokutya, amafutha omnquma, newayini.

2 Yeziganeko 11