2 Yeziganeko 11:23 Ibhayibhile (XHO96)

URehobhowam wenza ubuchule, oonyana bakhe wabasarhaza kuzo zonke izithili zakwaJuda nakwaBhenjamin, kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo. Wabaxhasa ngokwaneleyo, wabathathela abafazi abaninzi.

2 Yeziganeko 11

2 Yeziganeko 11:16-23