2 Yeziganeko 11:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kuzo zonke izindlu zikaSirayeli abantu ababezimisele ukulandela uNdikhoyo uThixo kaSirayeli bemka nabaLevi, baya eJerusalem, ukuze banikele amadini kuNdikhoyo uThixo wooyise.

2 Yeziganeko 11

2 Yeziganeko 11:12-17