2 Yeziganeko 11:14 Ibhayibhile (XHO96)

AbaLevi bayishiya imihlaba yabo ngokunjalo namadlelo abo, baya kwaJuda naseJerusalem, kuba uJerobhowam noonyana bakhe babubukula ububingeleli babo ngokumiselwa *nguNdikhoyo.

2 Yeziganeko 11

2 Yeziganeko 11:11-16