2 Yeziganeko 10:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uRehobhowam walikhaba eli cebiso alinikwa ngamadoda amakhulu, waza wathetha-thethana nabafana abaziintanga zakhe, ababembusa.

2 Yeziganeko 10

2 Yeziganeko 10:1-14