2 Yeziganeko 10:2 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke akuyiva loo nto uJerobhowam unyana kaNebhati, wasuka wabuya apho eJiputa – kaloku wayeseseJiputa oko wayebaleke ukumkani uSolomon.

2 Yeziganeko 10

2 Yeziganeko 10:1-9