2 Yeziganeko 10:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, ukumkani akabaphulaphulanga abantu, phofu ke ukuhamba kwezinto ngale ndlela kwakuvela kuThixo, efezekisa ilizwi awalithetha kuJerobhowam unyana kaNebhati ngomlomo ka-Ahiya waseShilo.

2 Yeziganeko 10

2 Yeziganeko 10:5-19