2 Yeziganeko 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa lona iqonga lamadini lobhedu elalenziwe nguBhezaleli unyana kaUri unyana kaYuri laliseseGibheyon phambi kwesibingelelo sikaNdikhoyo. Ngoko ke uSolomon nebandla elo babuzisa kuNdikhoyo khona apho.

2 Yeziganeko 1

2 Yeziganeko 1:1-13