2 Kwabasetesalonika 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

Bendingenanto ndiyifumana nje mahala, ndingayisebenzelanga. Bendisebenza nzima ubusuku nemini, endaweni yokuba ndibe ngumthwalo kuni.

2 Kwabasetesalonika 3

2 Kwabasetesalonika 3:2-17