2 Kwabasetesalonika 3:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kungenzeka kubekho othe kanti uyayidela le miyalelo yale ncwadi. Ukuba ke kuthe kanti kunjalo, mqapheleni loo mntu, nimbukule phakathi kwenu, ade asidanele isimilo sakhe.

2 Kwabasetesalonika 3

2 Kwabasetesalonika 3:9-18