2 Kwabasetesalonika 2:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ukufika kwalo mchasi-mthetho ngumsebenzi kaSathana; yaye uya kuphelekwa yimisebenzi yamandla nemiqondiso nemimangaliso yenkohliso,

2 Kwabasetesalonika 2

2 Kwabasetesalonika 2:6-16