2 Kwabasetesalonika 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba selekho kambe amandla enkohlakalo asebenza ngokufihlakeleyo. Ewe, asebenza ngokufihlakeleyo okwangoku, elinde ukuba ade emke lowo umbambezeleyo.

2 Kwabasetesalonika 2

2 Kwabasetesalonika 2:1-11