2 Kwabasetesalonika 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ulolona tshaba kaloku. Yena uya kuziphakamisa achase nantoni na ekuthiwa nguthixo, achase nantoni na enqulwa ngabantu, ade athathe isihlalo endlwini kaThixo, ezigwagwisa ngokuthi unguThixo ngenkqu.

2 Kwabasetesalonika 2

2 Kwabasetesalonika 2:1-6