2 Kwabasetesalonika 1:4 Ibhayibhile (XHO96)

Yiyo loo nto ke nilibhongo lethu esihamba siqhayisa ngalo kwamanye amabandla kaThixo. Kaloku nina ninomonde, nimi ngxishi elukholweni naphantsi kweentshutshiso enikuzo, kwakunye neenzingo enizithweleyo.

2 Kwabasetesalonika 1

2 Kwabasetesalonika 1:3-12