2 Kwabasetesalonika 1:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ngaloo mini iya kuba ize kunikwa imbeko ngabayo, bayinqule bonke abakholwayo. Iya kuba njalo ke nakuni, kuba nani nakholwa ludaba endaniphathela lona.

2 Kwabasetesalonika 1

2 Kwabasetesalonika 1:7-12