2 Kwabasekorinte 9:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ngangokuwazi kwam umdla eninawo sendide ndaqhayisa nokuqhayisa ngani kubantu baseMakedoni, ndisithi nina ma-Akaya naniseniwulungele kwakunyaka ophelileyo lo mbandela. Umdla wenu ke uvuselele abantu abaninzi.

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:1-12