2 Kwabasekorinte 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Abaninzi ke baya kumdumisa uThixo ngenxa yokucaca kwentembeko yenu, xa bebona ukumthobela kwenu nokunyaniseka kwenu kwiindaba ezimnandi zikaKrestu, nangobubele benu, kuba nisabelana nabo bonke abanye.

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:8-14