2 Kwabasekorinte 8:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku niyasazi isisa seNkosi yethu uYesu Krestu; nangona wayesisityebi, kodwa wazenza ihlwempu ngenxa yenu, ukuze nina nibe zizityebi ngobuhlwempu bakhe.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:3-20