2 Kwabasekorinte 8:5 Ibhayibhile (XHO96)

Banikele nangaphezu kokuba bendilindele mna! Baqale ngokunikela iziqu zabo eNkosini; baza ngokuvuma kukaThixo bazinikela bona ngokwabo nakum.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:1-13-14